IMPUMELELO KARHONORHONO IGWEBE INDLALA
Akekho umntu owoneliseke yimpumelelo kaPhaphama Rhonorhono ukogqitha umqeqeshi wakhe uMadoda ‘One More Time’ Dyonase njengokuba impumelelo yeligatyana lomfana iphelise imbalela ende kwiziko labo lokuziqeqesha eMthatha, eMpuma Koloni. Enemilo emine qha…