Category: Boxing

UCHELLAN ULWA NODUBUL’EGEQA 

Ukulwa nodubul’egeqa kude nekhaya kufuna ukuba umntu omelele ngokwasengqondweni, kwaye ufanelwe lilo lonke ithamsanqa anokulifumana, yiyo lonto uBoxing South Africa (BSA) enqwenelela uWasim Chellan okuhle kodwa ngaphambi komlo wakhe wangoMgqibelo.…

UDYEYI UQALA UHAMBO KUDIDI LWABAHLAWULWAYO 

Imbethi-manqindi enemilo emibini izakwamkela u-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi waseMdantsane kudidi lwabahlawulwayo kumlo wangoMgqibelo. UDyeyi uzakuvana amandla noJudas Sithole, obethiweyo kwimilo yakhe emibini, emva kokhulula ivest njengokuba bezakulwa kudidi lwentambanani eKibler Park…

IBSA INXIBELELANA NEMIBUTHO YAMANYE AMAZWE 

Iimbethi-manqindi ezineempepha zokulwa nezingenazo ezimane ziyokulwa ngaphandle kwemida yeli ziyayixhalabisa iBoxing South Africa (BSA). Kulenyanga ephelileyo, injinga yamhlamnene eMzantsi Afrika nasehlabathini uNkosinathi ‘Mabhere’ Joyi uthe nyubelele wayokulwa no-Abeid Zugo ogama…

css.php