Category: Boxing

UYA KWIFANDESI UMLO KABOYIYA NOZINGANGE

UBoxing South Africa (BSA) uwuse kwifandesi umlo ophakathi kuka-Aphiwe Boyiya noSibusiso Zingange kulandela ukungavumelani kwabaphathi bezimbethi-manqindi ezimbini. Kwaye lefandesi ivuleleke kubo bonke abathelekisi abanomdla wokwenza umlo wentshinga yoMzantsi Afrika engenamntu…

AKAZOKUBONYUSA UBUNZIMA UMGABI

Emva kokubuyisela isidima sakhe ngokuphumelela umlo wakhe noSechaba Zuma kumjikelo wesihlanu, uLwando Mgabi ugxininise ngelithi yena uzakuqhubela phambili nokulwa kudidi lwejunior-bantamweight. UMgabi uye kumlo noZuma sele ephulukene nentshinga yakhe yoMzantsi…

NHLAPHO OVERCOMES MBHELE

Bonginkosi ‘Malume’ Nhlapho from Middelburg in Mpumalanga is the new World Boxing Federation (WBF) All-Africa light-heavyweight champion. This followed after Nhlapho defeated Nelson Mbhele on points at the Event City…

css.php