Category: Football

BRAZILIANS WHIP BABINA NOKO

Defending champions Mamelodi Sundowns edged out Sekhukhune United 3-1 in a Betway Premiership match at Loftus Versfeld in Pretoria on Sunday afternoon. Marcelo Allende gave the Tshwane giants the lead…

ZINOMDLALI OMTSHA IICHILLI BOYS 

Umdlali, oyinzalelwane yaseZimbabwe, u-Isheanesu Mauchi ubhengezwe ngokuhlwa kwangoLwesihlanu njengomdlali omtsha weqela lePremiership nelizinze eGqeberha iChippa United. UMauchi, ozibandakanye neeChilli Boys esuka kwiSimba Bhora yaseZimbabwe, utyikitye isivumelwano sengqesho seminyaka emibini kunye…

IBAFANA IQINISEKISILE INDAWO YOKUHLALA

Indawo apho iBafana Bafana izakuzinza khona ngexesha leNdebe yeHlabathi ezakusingathwa ngobambiswano yiMelika, iCanada neMexico, iye yaqinisekiswa yiSouth African Football Association (SAFA) emva kwemini ngoLwesine. Umqeqeshi uHugo Broos namakhwenkwe akhe bakhethe…

css.php