Category: Football

IICHILLI BOYS ZIQESHE UMQEQESHI OMTSHA 

Iqela laseMpuma Koloni iChippa United iqinisekisile kusasa ngoLwesithathu ukuba iqeshe uSinethemba Badela njengomqeqeshi wayo omtsha. UBadela, oyinzalelwane yaseSterkspruit kumaspala iSenqu, uvale isikhundla esishiyeke singenamntu emva kokumka kukaThabo September. Lomqeqeshi omtsha…

IBAFANA IBETHE IIMAMBAS

Bedlala umdlalo wabo wesibini kwiintsuku ezine, kulandela ukubambana ngeqanda macala omabini kunye neTanzania ngoLwesihlanu kuleveki ephelileyo, iBafana Bafana ibethe iMozambique ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wobuhlobo ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa…

IBAFANA IPHUMELELE KUMDLALO NEZIMBABWE 

IBafana Bafana ibuyele ekuphumeleleni njengokuba ibethe iZimbabwe ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weNdebe yeCOSAFA eFree State Stadium, eMangaung, emva kwemini ngoMgqibelo. IBafana ibinkqenkqeza phambili ngenqaku elinye eqandeni ekupheleleni kwesiqingatha sokuqala ngenqaku…

IITAIFA STARS ZIBAMBENE NEBAFANA

IiTaifa Stars zaseTanzania zibambene ngeqanda macala omabini neBafana Bafana kumdlalo wobuhlobo obubanjelwe ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. IBafana ibiwulawula umdlalo, kodwa ayikwazanga ukuguqula lonto ibengamanqaku nangona nje idale amathuba…

TAIFA STARS HOLD BAFANA

The Taifa Stars of Tanzania held Bafana Bafana to a goalless draw in an international friendly match played at the Peter Mokaba Stadium in Polokwane on Friday evening. Bafana enjoyed…

IQATARI SC IMKHULULE UTAU

IQatar SC iqinisekisile ngokuhlwa kwangoLwesine ukuba imkhululile umdlali weqela lesizwe loMzantsi Afrika nowayesakudlalela iMamelodi Sundowns uPercy Tau. Lenzalelwane yaseMalahleni, eMpumalanga, neneminyaka engamashumi amathathu ananye, ibinexeshana elifutshane kwiQatari SC emva kokuzibandakanya…

css.php