Category: Football

UBAARTMAN LIKHOSI

Emva ngokutyikitya u-Etiosa Ighodaro kusasa ngoLwesibini, iKaizer Chiefs iqinisekise ukuba ityikitye uLuke Baartman ngokuhlwa kwangoLwesibini. UBaartman uzibandakanye neChiefs esuka kwiCape Town Spurs, apho ebedlala khona kwiMotsepe Foundation Championship (MFC) kwisizini…

BAARTMAN JOINS CHIEFS

Following the announcement of the capturing of Etiosa Ighodaro, Kaizer Chiefs confirmed the signing of greenhorn Luke Baartman, making him the club’s ninth signing of the 2025/26 season. The South…

AMAKHOSI ABHENGEZE UKUTYIKITYA U-IGHODARO

Kwilinge lokuqinisa iifolosi zayo, iKaizer Chiefs ibhengezile kusasa ngoLwesibini ukuba ityikitye umdlali waphambili u-Etiosa Ighodaro, owayedlalela iMamelodi Sundowns. Lommi waseNigeria, oneminyaka engamashumi amabini anesine, utyikitye isivumelwano sengqesho seminyaka emibini emva…

CHILLI BOYS SIGN CONGOLESE

Gqeberha-based Premier Division side Chippa United announced the re-reinforcement of their rearguard with the signing of Nathan Idumba Fasika on Friday evening. The 26-year-old Democratic Republic of Congo (DRC) international…

MAEMA LEAVES SUNDOWNS

Bloemfontein-born attacking midfielder Neo Maema has left Tshwane giants Mamelodi Sundowns after four seasons at the defending Betway Premiership champions. Maema, who’s expected to join Tanzanian side Simba SC, made…

UNDLONDLO UBUYELE KWIGALLANTS

Ubuyele kwiMarumo Gallants uNdabayithethwa Ndlondlo, ongumdlali wasesiswini, esuka kwi-Orlando Pirates. UNdlondlo, oneminyaka engamashumi amathathu, wazibandakanya nePirates ngo-2022. Okwangoku, uNdlondlo ukwitumente yeCHAN eMpuma Afrika kunye neBafana Bafana. “Sivuya kakhulu ukubhengeza ukubuya…

css.php