Category: Football

PSL EXCO EXPELS ROYAL AM

The executive committee of the Premier Soccer League (PSL) recommended on Wednesday afternoon that Royal AM’s membership should be terminated. The decision to expel Thwihli Thwahla has been communicated to…

IIBRAZILIANS ZIBETHE IQELA LASETUNISIA 

IMamelodi Sundowns iquthise iqela laseTunisia i-Esperance de Tunis ngenqaku elinye eqandeni kumlenze wokuqala kwimidlalo yamaqela asibhozo okugqibela kwiCAF Champions League eLoftus Versfeld, ePitoli, emva kwemini ngoLwesibini. Inqaku leeBrazilians lifakwe ngumdlali…

UBROOS WONELISEKILE YIBAFANA

Onelisekile yindlela elidlale ngayo iqela lakhe emva kokuquthisa iBenin ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wemfezeko weNdebe yeHlabathi ka-2026, umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uchwayitile ziziphumo zalomdlalo. Lommi waseBelgium ukholelwa ukuba icebo…

AMAJITA ANQUNQELE IBOTSWANA EGOQWENI 

Iqela loMzantsi Afrika labaneminyaka engaphantsi kwengamashumi amabini linqunqele egoqweni elaseBotswana ngamanqaku amathandathu kumdlalo wobuhlobo kwikhampasi yaseSoweto yeDyunevesithi yaseRhawutini emva kwemini ngoMgqibelo. UJody Ah Shene noMfundo Vilakazi bafake amanqaku amabini umntu…

css.php