Category: Football

IBABINA NOKO ITYIKITYE UMDLALI WASECONGO

ISekhukhune United iqinisekise ukuba ityikitye umdlali wasemva uNgakosso Oko Alves esuka kwiqela laseCongo iCSMD Diables Noirs. U-Alves, oneminyaka engamashumi amabini anesine, utyikitye isivumelwano seenyanga ezintandathu eneenjongo zokutyikitya iminyaka emibini emva…

UCUPIDO NGUMDLALI WESUNDOWNS

Iqela eliphala phambili iMamelodi Sundowns ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba ityikitye umdlali wasemva uKeanu Cupido esuka kwiCape Town City. UCupido, owayengukapteni weqela loMzantsi Afrika labaneminyaka engaphantsi kweshumi elinesixhenxe, uvume ukushiya…

CUPIDO IS A BRAZILIAN

Log-leaders Mamelodi Sundowns announced the signing of Keanu Cupido from Cape Town City on Wednesday afternoon. The former South African national Under-17 captain agreed to move from Cape Town to…

IBAFANA ITSALWE NEYIPHUTHA

IBafana Bafana itsalwe kunye nooFaro baseYiphutha ngethuba bekuthelekiswa amaqela azakudlala kwiNdebe yamazwe ngamazwe ase-Afrika eRabat kwelaseMorocco ngokuhlwa kwaNgomvulo. Mathathu amaqela, kuquka neBafana, asuka kwingingqi yeCOSAFA atsalwe kuGroup B. I-Angola neZimbabwe…

css.php