Category: Football

IQINISEKISIWE IMIDLALO YECARLING KO 

IPremier Soccer League (PSL) iqinisekise imihla, iindawo kunye namaxesha ezakuqala ngayo imidlalo yamaqela asibhozo okugqibela kwiCarling Knockout. Lemidlalo izakudlalwa kulempelaveki ezayo, ngoMgqibelo umhla wesibini neCawa umhla wesithathu kuNovemba. IPSL iphinde…

ISUNDOWNS IBUYELE ENCOCHOYINI

IMamelodi Sundowns ibuyele encochoyini yamanqwanqwa eBetway Premiership emva kokubetha iRoyal AM ngamanqaku amabini kwelinye eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Izangxa zaseTshwane zibonakalise zisuka ukuba zifuna ukuwuphumelela lomdlalo njengokuba uSphelele Mkhulise…

IPIRATES IHAMBE LULA

I-Orlando Pirates iyithomalalisile intlungu yokuphuma kusekutsha kwiCarling Knockout njengokuba ibethe iSuperSport United ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weBetway Premiership e-Orlando Stadium, eSoweto, ngokuhlwa kwangoLwesibini. IiBuccaneers zifake inqaku kwisiqingatha ngasinye, u-Evidence Makgopa…

GOOD START FOR BANYANA

Banyana Banyana started the COSAFA Women’s Championship with a 1-0 victory over Namibia at the Nelson Mandela Bay Stadium in Gqeberha on Tuesday evening. Banyana’s goal came from Tshegofatso Motlogelwa…

AMAKHOSI AZAKUDLALA NESUNDOWNS 

IKaizer Chiefs ithelekiswe neMamelodi Sundowns kwimidlalo yamaqela asibhozo okugqibela kwiCarling Knockout ngethuba bekuthelekiswa eKing Zwelithini Stadium, eMlazi, eThekwini, ngokuhlwa kwangeCawa. Izakuba sisihlandlo sesibini lamaqela mabini equbisana kulesizini njengokuba iiBrazilians zabetha…

css.php