AMAKHOSI BAG THREE POINTS
A 10-man Kaizer Chiefs earned maximum points after they beat Richards Bay FC 2-1 in a Betway Premiership match at the Peter Mokaba Stadium in Polokwane on Wednesday evening. Amakhosi…
STELLIES LOSE OPENER
Stellenbosch FC started their CAF Confederation Cup Group B campaign with a loss as they were defeated 2-0 by Stade Malien at the 26 March Stadium in Bamako, Mali, on…
ABAFANA BES’THENDE BABETHE ITHWIHLI THWAHLA
ILamontville Golden Arrows ize ngemva, yaze yabetha iRoyal AM ngamanqaku amathathu kwamabini kumdlalo weBetway Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, ngokuhlwa kwangoLwesibini. URyan Moon ufake amanqaku amibini laze elesithathu yangumkhonto kaXolani…
GOOD START FOR BUCCANEERS
It was a winning start for Orlando Pirates as they beat Algerian side CR Belouizdad 2-1 in a Group C CAF Champions League match played at Stade du 5 Juillet…
UPHELA UNYAKA KUKUBI KUCHAUKE
Emva kokuqala unyaka kakuhle kakhulu ephumelela intshinga yehlabathi, uJackson ‘M3’ Chauke, oyimbethi-manqindi ezinze eTembisa, ugqiba unyaka ngenyathelo elibi ngenxa yokunqatyelwa yimilo. UChauke wayecinga ukuba ukuphumelela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO)…
FRUSTRATED CHAUKE ENDS YEAR WITH A WHIMPER
After starting the year with a bang, winning a world title, Tembisa-based boxer Jackson ‘M3’ Chauke is going to end it with a whimper as he has been fight starved.…
IPSL IQINISEKISE ISIGQEBA ESITSHA SOLULEKO
IPremier Soccer League (PSL) iqinisekisile emva kwemini ngoMvulo ukuba ityumbe isigqeba esitsha sezoluleko. Esisigqiba sinoosihlalo abane kunye namalungu alishumi elinesixhenxe azakuba kulekomiti kude kuphele iminyaka emine. Ityala ngalinye lizakuphulaphulwa ngusihlalo…
PSL APPOINTS MEMBERS OF DC
The Premier Soccer League (PSL) confirmed on Monday afternoon that it had appointed a new disciplinary committee (DC) panel. The panel is made up of four co-chairpersons and 17 panellists,…
‘PROMOTERS SPEAK UP’ – LEJAKA
Promoters who are aggrieved by what the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) is doing or not doing must never keep quiet. Instead, they should approach Boxing South Africa (BSA)…
‘THETHANI BATHELEKISI’ – LEJAKA
UBoxing South Africa (BSA) umemelela ukuba mabangathi cwaka abathelekisi abangaxolanga zizinto ezenziwa okanye engazenziyo iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). Endaweni yoko, kufuneka abathelekisi banxibelelane noBSA bavakalise izikhalazo nokungaxoli kwabo…