TSHABALALA BELIEVES HE CAN SMOKE NONTSHINGA
South African junior-flyweight champion Mpumelelo Tshabalala believes that given a chance he can smoke two-time world titlist Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga. Speaking on TKO Boxing Magazine show on SABC 2…
IIBRAZILIANS ZINGENILE KOWANDULELA AMAGQIBELAKANKQOYI
IMamelodi Sundowns ibeliqela lokuqala ukufikelela kumaqela amane okugqibela kwiNedbank Cup emva kokubetha i-University of Pretoria ngamanqaku amane kwamathathu eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Lomdlalo uye wagqityezelwa ngokuba iqela ngalinye…
BRAZILIANS THROUGH TO SEMIS
Mamelodi Sundowns became the first team to reach the semi-finals of the Nedbank Cup after they beat the University of Pretoria 4-3 on penalties at the Lucas Moripe Stadium in…
ATSALWA NGECAWA AMAQELA ANGENE KWISANDULELA MAGQIBELAKANKQOYI
IPremier Soccer League (PSL) ibhengeze ukuba azakuthelekiswa ngeCawa amaqela angenileyo kwimidlalo eyandulela amagqibelakankqoyi eNedbank Cup. Lamaqela azakutsalwa kanye nje emva komdlalo wamaqela asibhozo phakathi kweTS Galaxy neChippa United eMbombela Stadium,…
SEMI-FINAL DRAW ON SUNDAY
The Premier Soccer League (PSL) has announced that the draw for the Nedbank Cup semi-finals is going to be conducted on Sunday. The draw will be conducted immediately after Sunday’s…
UBHUBHILE OWAYEYINTSHATSHELI YOMZANTSI AFRIKA
Inzalelwane yaseGiyani uJoseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight, usutywe kukufa ngokuhlwa kwangoLwesine emva kwengulo emfutshane eneminyaka engamashumi amane anethoba. UMakaringe ulawule udidi lwewelterweight eMzantsi Afrika iminyaka…
EX-SA CHAMP MAKARINGE PASSES AWAY
Giyani-born former South African welterweight champion Joseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe passed away on Thursday night after a short illness. He was 49. Makaringe ruled the South African welterweight division…
UJACK UFUMENE IKHAYA ELITSHA
Umqeqeshi wamanqindi waseMonti, uKhangelani Jack, ufumene ikhaya elitsha eMcAusland Boxing Gym eGauteng phantse kwiiveki ezimbini ekhokelele injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi kwimpumelelo. UJack uzakuqeqesha intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi…
JACK JOINS MCAUSLAND GYM
East London boxing trainer Khangelani Jack has found a new home at the McAusland Boxing Gym in Gauteng almost two weeks after leading South African featherweight champion Zolisa Batyi to…
UNONTSHINGA NGAHLE ALWELE IINTSHINGA EZINTATHU KUMLO OMNYE
Kubonakala ngathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga angaxoza mphini wumbi logama ummi wasePuerto Rico uJonathan ‘Bomba’ Gonzalez esalibazisa ukutyikitya isivumelwano somlo nalembethi-manqindi yaseMpuma Koloni. UNontshinga, oyintshatsheli ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi…