ISekhukhune United, ezimisele kakhulu, ibhengeze ukuba ityikitye umdlali wasesiswini uLebogang Phiri ngokuhlwa kwangoMvulo. 

UPhiri, oneminyaka engamashumi amathathu ananye, uzimanye neBabina Noko emva kokudlala iisizini ezilishumi elinesithathu phesheya kolwandle kwilizwe iDenmark neFrance. UPhiri wafuthwa kwiBidvest Wits ngaphambi kokuyokudlala phesheya. 

Kusenjalo, iintshatsheli zeBetway Premiership iMamelodi Sundowns ibhengezile ukuba imtyikityile uKhulumani Ndamane njengomdlali wayo omtsha emva kwemini ngoMvulo.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php