Category: Football

IZINYONI ZIBE INQAKU

IMoroka Swallows ize ngemva, yaze yanyanzelisa ukuba umdlalo uphele nngamanqaku amabini macala neMamelodi Sundowns kwiDStv Premiership eDobsonville Stadium, eSoweto, ngokuhlwa kwangoMvulo. IiBrazilians zinkqenkqeze phambili ngethuba imbumbulu ebisuka kuTeboho Mokoena idlule…

BIRDS FORCE A DRAW 

Moroka Swallows came from behind to force a 2-2 draw with Mamelodi Sundowns in a DStv Premiership match at the Dobsonville Stadium, Soweto, on Monday evening. The Brazilians shot to…

USEPTEMBER AKAWUVALI UMLOMO NGOMODISE 

UThabo September akawuvali umlomo ngendlela adlala ngayo umdlali wasemva kwiChippa United, uGadinkame Malebogo Modise, emva kokuphumelela imbasa yokuba ngumdlali ogqwesileyo isihlandlo sesithathu kuzo zonke iitumente. UModise uphumelele imbasa yokuba ngumdlali…

SEPTEMBER RAVING ABOUT MODISE

Thabo September is raving about Chippa United’s Gadinkame Malebogo Modise’s consistent performances after the left-back picked up his third man-of-the-match award across all competitions. Modise walked away with the man-of-the-match…

ZIICHILLI BOYS NEPIRATES 

IChippa United izakudlala ne-Orlando Pirates kumdlalo wamaqela amane okugqibela kwiNedbank Cup emva kokubetha iTS Galaxy ngamanqaku amabini eqandeni eMbombela Stadium, eNaspoti, ngeCawa. IiBuccaneers zingene kumjikelo owandulela owokugqibela emva kokubetha AmaZulu…

UYAVUTHA NGUMSINDO UMQEQESHI WAMAZULU

Ushiyeke elugcwabevu ngumsindo umqeqeshi wAmaZulu, uPablo Franco Martin, emva kokubethwa ngamanqaku amane kwamabini yi-Orlando Pirates kumdlalo weNedbank Cup eMoses Mabhida Stadium, eThekwini, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UMartin uthi usompempe uMasixole Bambiso ubaqhathile…

css.php