USWELEKILE OWAYENGUMONGAMELI WECAF
U-Issa Hayatou, obengumongameli wamhlamnene wombutho olawula ibhola ekhatywayo kwilizwekazi i-Afrika iCAF), usweleke ngoLwesihlanu, eneminyaka engamashumi asixhenxe anesixhenxe. UHayatou, owazalelwa eGaroua kwelaseCameroon, ngoyena mntu owathabatha ixesha elide exhuzula imikhala yolawulo njengomongameli…