OKWENZA UMPENGESI AQESHE UKOPO NOSEPTEMBER
Usihlalo weChippa United, uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi, usichazile isizathu esakhokelela ekubeni iiChilli Boys ziqeshe uKwanele Kopo noThabo September njengabaqeqeshi kweliqela. UKopo noSeptember sele bekhokelele iiChilli Boys kwimidlalo emihlanu zingekabethwa eMonti naseGqeberha.…