BASEBENZA KUNYE KWAKHONA UKAZE NONABI
IKaizer Chiefs iqinise igqiza labaqeqeshi bayo njengokuba iqeshe ummi waseBurundi uCedric Kaze njengosekela-mqeqeshi omtsha. Ukongezelelwa kukaKaze kwisigqeba sabaqeqeshi abakhokelwa nguNasreddine Nabi kukuzama ukuqinisekisa ukuba Amakhosi enza bhetele ngoku njengokuba esokole…