UBATYI ULWELA IBHATYI ELUHLAZA 

Into yokokuba ibhanti yentshinga yoMzantsi Afrika sele iyeyakhe ngoku ayithethi ukuba uZolisa Batyi akasayilambelanga impumelelo eqongeni. UBatyi ufuna ibhatyi eluhlaza kaBoxing South Africa njengokuba ezakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi…

‘AKUKHO KUBUYA NGAMVA’ – KHUZWAYO 

ULindokuhle Khuzwayo uzakuthi cakatha eqongeni kwakhona njengokuba ezakulwa nowayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba uJeff Magagane eRhawutini ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini ananye kuJuni. UKhuzwayo, ongekabethwa emva kokuyiphumelela yomithandathu imilo yakhe,…

SEKUMBOVU ISUNDOWNS ITHWESWE INTSHINGA

IMamelodi Sundowns ishiyekelwe yimpumelelo kumdlalo omnye nokudlala ngokulingana komnye ngaphambi kokuba ithweswe isithsaba sokuba ziintshatsheli zeBetway Premiership emva kokutywatyusha iChippa United ngamanqaku amathathu eqandeni eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Izangxa…

SUNDOWNS ON THE VERGE

Mamelodi Sundowns are only four points away from being crowned Betway Premiership champions after they thrashed Chippa United 3-0 at Loftus Versfeld in Pretoria on Wednesday evening. It took the…

UYABUYA UFOURIE EMVA KOKUBETHWA 

Emva kokunqunyanyiswa kakubi kumjikelo wokuqala kumlo wakhe nommi waseZambia uSimon Ngoma ngoMatshi, uKaine ‘K9’ Fourie uzakubuyela eqongeni kulenyanga ezayo. UFourie uzakuzama ukubuyisela isidima sakhe xa esilwa noSifiso Hlongwane kumlo wemijikelo…

css.php