IBUCS IVUMELENE NEQELA LASEBELGIUM NGOMOFOKENG

I-Orlando Pirates idize ngoLwesithathu ukuba ifikelele kwisivumelwano neqela laseBelgium, iRoyale Union Saint-Gilloise, malunga nokutyikitywa kukaRelebohile Mofokeng. Lenzalelwane yaseSharpeville, eVanderbijlpark, neneminyaka engamashumi amabini ananye, idlale indima enkulu ngethuba iiBuccaneers ziphumelela iindebe…

ULEBITSO UTYIKITYE ISIVUMELWANO NESTELLIES

IStellenbosch FC ibhengezile kusasa ngoLwesibini ukuba iluqinisile udonga lwayo lwasemva emva kokutyikitya uThabiso Lebitso evela kwi-Orlando Pirates. ULebitso uchithe ezisizini zimbini zigqithileyo edlalela iPirates, apho wayinceda ukuba iphumelele intshinga yeBetway…

IDURBAN CITY IKHULULE ABADLALI

Iqela laKwaZulu-Natal, elidlala kwiBetway Premiership, iDurban City, ingqinile emva kwemini ngoMvulo ukuba ibakhululile abadlali abalithoba. Abadlali abane, uTerrence Mashego, uTaahir Goedeman, uRonaldo Maarman noSiphiwe Mahlangu bakhululwe njengokuba zifikelele esiphelweni izivumelwano…

DBN CITY OFF-LOAD PLAYERS

KwaZulu-Natal Premiership side Durban City confirmed on Monday afternoon that they had released at least nine players from their squad. Four players – Terrence Mashego, Taahir Goedeman, Ronaldo Maarman and…

css.php