Author: SportAdmin

UMOSIMANE UYAMVUYELA UMORENA 

UPitso Mosimane uyayivuyela inkqubela phambili yomdlali osisiquququ kwiMamelodi Sundowns nakwiBafana Bafana uThapelo Morena. UMorena, oneminyaka engamashumi amathathu, ungene njengelalela, waze wafaka amanqaku amabini ngethuba iBafana iquthisa iZimbabwe ngamanqaku amathathu kwelinye…

IPIRATES IZAKUDLALA ESPAIN 

I-Orlando Pirates izakwenjenjeya ukuya eSpain njengamalungiselelo ayo esizini ezayo, apho izakudlala khona umdlalo wobuhlobo neSevilla, eyaphumelela i-UEFA Europa League izihlandlo ezisixhenxe, ngoMvulo umhla weshumi elinesihlanu kuJulayi. Akukho babukeli abazakuvunyelwa kulomdlalo…

LUBEKIWE USUKU LOKUWONGA ABAGQWESILEYO

IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba umsitho wokuphela kwesizini uzakubanjwa ngeCawa umhla wamashumi amabini anesithathu. Lomsitho uzakusasazwa ngqo kuSuperSport PSL channel (202) nakuSABC 1 ukuqala ngecala lentsimbi…

PSL AWARDS DATE SET

The Premier Soccer League (PSL) announced on Wednesday afternoon that the end of season awards ceremony is going to be held on Sunday, 23 June 2024. The awards ceremony is…

UJIKIWE UMHLA WOMLO KABATYI 

Kukho inguqu encinane njengokuba umlo kaZolisa Batyi wokukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi losiba isihlandlo sesithathu azakuwulwa noYamkela Phaliso uziswe phambili ngeentsuku ezisixhenxe. Ekuqaleni, uBatyi wayebekelwe ukuba alwe noPhaliso ngoMgqibelo…

css.php