Author: SportAdmin

USITHOLE ULWA UKUTYUNJWA LUKANTLANGANISO

Owayesakuba yingqonyela ebambeleyo kwiBoxing South Africa (BSA), u-Erick Nsikayezwe Sithole, ucela umngeni kwisigqibo soMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ekuchongweni kukaMandla Ntlanganiso njengegunya eliyintloko kwaBSA. UKodwa utyumbe uNtlanganiso, owafika kwaBSA ezokusebenza njengegosa…

USUTYWE KUKUFA UMKHONZA

USiphiwe Mkhonza, owayesakubangumdlali wasemva kwiKaizer Chiefs, iLamontville Golden Arrows, iRia Stars neBloemfontein Celtic, usweleke ngentseni yangoLwesibini engamashumi amane anesine. Lenzalelwane yaseSprings ilishiye eli limagad’ahlabayo isebenza njengomhlalutyi webhola ekhatywayo kwaSABC Sport,…

MKHONZA PASSES AWAY

Former Kaizer Chiefs, Lamontville Golden Arrows, Ria Stars and Bloemfontein Celtic defender Siphiwe Mkhonza has passed away. He was 44. Springs-born Mkhonza, who was an SABC Sport football analyst, was…

UGOLDBERG UTHI ABAZINTO NGOMLO KAWELLEM 

UHoward Goldberg ugxininisile ukuba umbutho wakhe, iWorld Boxing Federation (WBF), awukhange ubenento yokwenza nomlo ka-Asemahle Wellem kunye nejoni laseTanzania, uSelemani Kidunda, eDar-Es-Salaam kwelaseTanzania ngenj’ixukuxa ngoMgqibelo. Endaweni yoko, uGoldberg uthe ukuba…

css.php