JACK UNHAPPY, BUT…
Khangelani Jack is unhappy with how his boxer Zolisa Batyi acquitted himself during his South African featherweight title defence against Lucky Hobyane at the Orient Theatre in East London on…
Your News, Our News
Khangelani Jack is unhappy with how his boxer Zolisa Batyi acquitted himself during his South African featherweight title defence against Lucky Hobyane at the Orient Theatre in East London on…
Ngokuqinisekileyo ibingenguwo umlo apho umntu ebenokuncoma kakhulu, kodwa injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi uwenzile umsebenzi njengokuba enqumamise uLucky Hobyane kumjikelo wesibhozo. Emva kokubukela imilo ebinikisa umdla ngaphambi komlo…
It was definitely not a fight where one would say wow, however, South African featherweight champion Zolisa Batyi would be proud to have performed the job and retained his title…
Filipino boxer Melvin Jerusalem upset the applecart as he defeated Japanese Yudai Shigeoka by a split decision at the International Conference Hall in Nagoya, Japan, on Sunday. The 30-year-old Jerusalem…
Inkwenkwezi eqaqambileyo yakwaZulu-Natal, uMxolisi Zuma, uthe gqolo nokuphumelela njengokuba ethabathe umzuzu nemizuzwana engamashumi amane anesithandathu ukunqumamisa uShedafa John waseTanzania ngoMgqibelo ebusuku. Ngenxa yokokuba ephumelele lomlo obubanjelwe kwiholo yedolophu yase-Estcourt, uZuma…
KwaZulu-Natal bright star Mxolisi Zuma continued to dish out good performances as he only took a minute and 46 seconds to stop Tanzanian boxer Shedafa John on Saturday evening. As…
Indlela abazithembe ngayo uZolisa Batyi noLucky Hobyane yenza into yokokuba kubenzima ukuphoswa ngumlo wabo ozakubanjelwa e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa. UBatyi ukwilinge lokuqinisekisa ukuba uyikhusela ngempumelelo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi…
The kind of confidence that Zolisa Batyi and his opponent Lucky Hobyane have makes it difficult for any boxing lover to miss their fight, which is set for the Orient…
Imbethi-manqindi yaseMelika uRaymond ‘Danger’ Muratalla ubethe uXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni waseMzantsi Afrika ngamanqaku eDesert Diamond Arena eGlendale, e-Arizona, ngentsasa yangoMgqibelo, ngokwexesha loMzantsi Afrika. Kuye kwafuneka esebenze nzima lobudul’egeqa waseCalifornia, eMelika, njengokuba…
American boxer Raymond ‘Danger’ Muratalla defeated Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni from South Africa on points at the Desert Diamond Arena in Glendale, Arizona, early on Saturday morning (South African time). The…