Category: Boxing

UNTLANGANISO UGXEKA IPOLITIKI EMANQINDINI 

NguMonwabisi Jimlongo UMandla Ntlanganiso, osandula ukonyulelwa kwisikhundla segunya eliphezulu kwiBoxing South Africa (BSA), ukholelwa kwelokokuba ngekude kakhulu amanqindi aseMpuma Koloni ukuba bekungasetyenziswa ipolitiki ewugungqisayo lomdlalo. Ethetha ngethuba bekumiliselwa ngokusesikweni iKay…

IPHEHLELELWE EMONTI IKAY B PROMOTIONS

Iphehlelelwe ngokusesikweni eBeacon Bay, eMonti, ngeCawa iKay B Promotions, eliqumrhu elitsha labathelekisi bamanqindi. IKay B Promotions izakubanetumente yayo yamazibulo e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi amathathu ananye. “Eli liphupha endabanalo…

WELLEM DRAWS WITH KIDUNDA

After he survived an early knock down during his fight against Selemani ‘Mamba’ Kidunda, South African boxer Asemahle ‘The Predator’ Wellem fought back and forced a draw against the Tanzanian…

IMBETHI-MANQINDI IBHUBHE EMVA KOKUZILOLONGA  

Amanqindi ephondo laKwaZulu-Natal aphinde abethwa iduma elingatsitywa ntwala ngokusweleka kwenye imbethi-manqindi, uSkhumbuzo Ximba, owe isiduli, waze wabhubha emva kokuzilolonga ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. UXimba, obedlala kudidi lwejunior-featherweight, ebelungiselela umlo wakhe wangoLwesihlanu kuleveki…

LIBHENGEZIWE USUKU LOMLO KABELL

Sele libekiwe usuku lowona mlo omkhulu oquka abasetyhini amabini kweli loMzantsi Afrika, iimbethi-manqindi zaseMpuma Koloni uNozipho Bell noBukiwe Nonina bazakunyathelana ngoobhontsi kulenyanga ezayo. Osinqe siseWalmer eGqeberha, uBell uzakubuyela eqongeni emva…

css.php