UNGXEKE ULWA NOGAMBOA
Uzakubuyela eqongeni uLandile ‘Man Down’ Ngxeke njengokuba ezakulwa no-Eric Gamboa waseMexico eBorder Conference Centre, e-Abbotsford Christian Centre, eMonti, kulenyanga ezayo. Zimbini iintshinga ezizakulwelwa nguNgxeke noGamboa ngoLwesihlanu umhla wamashumi amabini kuJuni.…
NGXEKE, GAMBOA FACE OFF
Landile ‘Man Down’ Ngxeke will return to action next month when he fights against Mexican opponent Eric Gamboa at the Border Conference Centre, Abbotsford Christian Centre, in East London. Two…
UPAILMAN AKAMNGXAMELANGA UNTWANAMBE
Umqeqeshi wamanqindi ozinze eWestbury uBernie Pailman wonelisekile yinkqubela-phambili kaLuyanda ‘Pretty Boy’ Ntwanambe kwaye akangxamelanga ukuba makalwe njengoko kusekho izinto ekusafuneka bezenzile. UNtwanambe, oyinzalelwane yaseDuncan Village, akakalwi kwisithuba esingaphaya kweminyaka emine.…
PAILMAN HAPPY WITH NTWANAMBE AND NO RUSH TO UNLEASH HIM
Westbury-based boxing trainer Bernie Pailman is happy with Luyanda ‘Pretty Boy’ Ntwanambe’s progress and is not willing to rush him into action as he believes that there’s still more that…
CSA CONFIRMS CONRAD APPOINTMENT
Cricket South Africa (CSA) announced the appointment of Shukri Conrad as the coach of the Proteas in a formats of the game on Friday morning. The 58-year-old former Ugandan national…
FATHER, SON CLASH IN HEAVYWEIGHT BOUT
It’s going to be a family affair where it will be decided who’s the best when veteran boxing trainer Gert Strydom and his son Shannon Strydom come up against each…
UBATYI ULWELA IBHATYI ELUHLAZA
Into yokokuba ibhanti yentshinga yoMzantsi Afrika sele iyeyakhe ngoku ayithethi ukuba uZolisa Batyi akasayilambelanga impumelelo eqongeni. UBatyi ufuna ibhatyi eluhlaza kaBoxing South Africa njengokuba ezakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi…
BATYI FIGHTS FOR GREEN BLAZER
The fact that he’s already the outright owner of a South African championship belt does not mean that national champion Zolisa Batyi is no longer hungry for more ring success.…
‘AKUKHO KUBUYA NGAMVA’ – KHUZWAYO
ULindokuhle Khuzwayo uzakuthi cakatha eqongeni kwakhona njengokuba ezakulwa nowayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba uJeff Magagane eRhawutini ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini ananye kuJuni. UKhuzwayo, ongekabethwa emva kokuyiphumelela yomithandathu imilo yakhe,…
‘NO TURNING BACK’ – KHUZWAYO
Lindokuhle Khuzwayo will step into the ring once again when he collides with former South African featherweight champion Jeff Magagane in Johannesburg on Saturday, 21 June. The unbeaten Khuzwayo, who…