SAFA REFUTES MEDIA REPORTS
The South African Football Association (SAFA) has refuted media reports that they paid for flight and accommodation for South Sudan this week. Bafana defeated South Sudan 3-0 in a 2025…
UBIZWE KWIQELA LIKA-ELLIS UWILLIAMS
UJessica Williams uvuziwe emva kokudlala kakuhle kakhulu kwiCOSAFA Women’s Championship ebibanjelwe eGqeberha, eMpuma Koloni, kutsha nje. Lonozinti weBagders FC, owaphumelela iwonga leCOSAFA Women’s Championship Golden Glove, ukwiqela elibhengezwe ngumqeqeshi Banyana…
WILLIAMS GETS CALL UP
Jessica Williams has been rewarded following splendid performances during the recent COSAFA Women’s Championship held in Gqeberha, Eastern Cape. The Bagders FC goalminder, who won the COSAFA Women’s Championship Golden…
IBUFFALO CITY IYILUNGELE IMIDLALO
IChippa United ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba iBuffalo City Stadium, eMonti, sele iphinde yalungela ukuba kudlalwe kuyo imidlalo yodidi lwabahlawulwayo. IiChilli Boys zayeka ukudlala eBuffalo City Stadium emva kokonakala kwebala,…
BUFFALO CITY STADIUM READY
Chippa United announced on Wednesday afternoon that the Buffalo City Stadium in East London is ready to host top-flight matches again. The Chilli Boys stopped playing some of their home…
MORIPE PASSES AWAY
One of the greatest footballers to come out of South Africa Lucas Mecro “Masterpieces” Moripe passed away at his Atteridgeville, Pretoria, home. And because of his skills, football followers gave…
IBAFANA ITYWATYUSHE UMZANTSI SUDAN
IBafana Bafana iquthise uMzantsi Sudan ngamanqaku amathathu eqandeni kumdlalo wokuzibekela indawo kwitumente yamazwe ngamazwe ase-Afrika yonyaka ozayo eCape Town Stadium ngokuhlwa kwangoLwesibini. IBafana iphale phambili ngomzuzu wesixhenxe ngenqaku elifakwe ngu-Iqraam…
BAFANA ON A ROLL
Bafana Bafana cruised to a 3-0 victory over South Sudan in a Groupe K Africa Cup of Nations qualifier at the Cape Town Stadium on Tuesday evening. Bafana shot to…
UMAKALA UTHI UZAKOHLWAYWA KANOBOM UKUNERT
Inokuba uyaphupha u-Abdul-Aziz Kunert ukuba ucinga uzakubetha intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi xa besilwa ngoMgqibelo. Olu luluvo lukaBaba Makala, ozakukhokelela uBatyi edabini, xa lenzalelwane yaseNxarhuni isilwa noKunert kumlo…
MAKALA PREDICTS KUNERT WILL GET A PROPER BEATING
If Abdul-Aziz Kunert thinks he will dethrone reigning South African featherweight champion Zolisa Batyi on Saturday then that’s just wishful thinking. This is the view of Baba Makala, who is…