UMLAMBO UPHEFUMLA NGOKUSHIYA IIROCKETS
Umdlali wasesiswini uXola Mlambo udize ukuba ukungavisisani nomqeqeshi weTS Galaxy uSead Ramovic ngomdlalo webhola ababewudlala ngebhola yentenetya ngunobangela womka kwakhe kwiiRockets. UMlambo, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, ukudize oku kudliwanondlebe no-Andile…
MLAMBO SPEAKS ON ROCKETS DEPARTURE
Midfielder Xola Mlambo has revealed that a disagreement with TS Galaxy coach Sead Ramovic over a football tennis accelerated his departure from the Rockets. The 32-year-old Mlambo revealed this during…
LIVULIWE ITHUBA LOKUFAKA AMAGAMA ABAGQATSWA BEBHODI KABSA
UMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ubhengeze ukuba livuliwe ithuba lokufaka amagama abagqatswa abazakungena kwibhodi kaBoxing South Africa (BSA) kude kube ngoLwesihlanu umhla weshumi elinambini ku-Epreli. Lenkqubo ilandela emva kokuba iNational Professional…
NOMINATIONS FOR BSA BOARD OPEN
Minister of Sport Zizi Kodwa has announced that the process to nominate members of a new Boxing South Africa (BSA) board began on Thursday and will close on Friday, 12…
UMOYO UZIBANDAKANYE NENO DOUBT MANAGEMENT
INo Doubt Managament ibhengeze emva kwemini ngoLwesine ukuba ityikitye imbethi-manqindi yaseZimbabwe uCreed Moyo. Intshukumo kaMoyo iza emva kweveki i-United Arab Emirates (UAE) Boxing Commission inike umqondisi weNo Doubt Management, uColin…
MOYO JOINS NO DOUBT MANAGEMENT
No Doubt Management announced the signing of unbeaten and exciting Zimbabwean boxer Creed Moyo on Thursday afternoon. Moyo’s move came a week after No Doubt Management boss Colin ‘Nomakanjani’ Nathan…
UKODWA NONTLANGANISO BAFAKA AMAXWEBHU AFUNGELWEYO
UMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa negunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA) uMandla Ntlanganiso bafake amaxwebhu afungelweyo kwityala elifakwe yiNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). UKodwa uyazikhusela njengokuba iNPBPA yacela umngeni kwisigqibo…
KODWA, NTLANGANISO FILE AFFIDAVITS
Minister of Sport Zizi Kodwa and Boxing South Africa (BSA) accounting authority Mandla Ntlanganiso have filed answering affidavits in the case brought against them by the National Professional Boxing Promoters…
‘ANDINAKUBETHWA NGUNQOTHOLE MNA’ – CAFU
Imbethi-manqindi yaseMpuma Koloni ebekwa phezulu, uPhumelela ‘Truth’ Cafu, akanamdla ‘kwingxolo’ eyenziwa nguSikho ‘Sequence’ Nqothole malunga nomlo ongabakhona phakathi kwabo. Endaweni yalonto, lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight ithi ayinamdla kumlo noNqothole…
‘NQOTHOLE WILL NEVER BEAT ME’ – CAFU
Highly-rated Eastern Cape boxer Phumelela ‘Truth’ Cafu is not interested in the ‘noise’ being made by Sikho ‘Sequence’ Nqothole about a possible fight between them. Instead, the reigning South African…