UBALEKISELWE ESIBHEDLELE UKALABA
Ukapteni wamhlamnene kwiChipolopolo, uRainford Kalaba, ulwela ubomi bakhe kwesinye sezibhedlele zaseZambia emva kokugaxeleka kwingozi yenqwelomafutha ehlasimlisa umzimba eLusaka. Ngokweendaba eziphuma eZambia, lenzalelwane yaseKitwe ikwimeko emaxongo emva kokubalekiselwa kwi-University Teaching Hospital…
FORMER CHIPOLOPOLO CAPTAIN HOSPITALISED
Former Chipolopolo captain Rainford Kalaba is fighting for his life at a Zambian hospital following a terrible car accident in Lusaka. According to news coming out of Zambia, Kitwe-born Kalaba…
UTSHABALALA UTHI ANGAMBETHA UNONTSHINGA
Injinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, uMpumelelo Tshabalala, utsha ziintambo, kwaye ukholelwa ukuba angayibetha intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga. Ethetha kwinkqubo kamabonakude iTKO Boxing Magazine kuSABC 2 ngoLwesihlanu, uTshabalala uthe…
TSHABALALA BELIEVES HE CAN SMOKE NONTSHINGA
South African junior-flyweight champion Mpumelelo Tshabalala believes that given a chance he can smoke two-time world titlist Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga. Speaking on TKO Boxing Magazine show on SABC 2…
IIBRAZILIANS ZINGENILE KOWANDULELA AMAGQIBELAKANKQOYI
IMamelodi Sundowns ibeliqela lokuqala ukufikelela kumaqela amane okugqibela kwiNedbank Cup emva kokubetha i-University of Pretoria ngamanqaku amane kwamathathu eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Lomdlalo uye wagqityezelwa ngokuba iqela ngalinye…
BRAZILIANS THROUGH TO SEMIS
Mamelodi Sundowns became the first team to reach the semi-finals of the Nedbank Cup after they beat the University of Pretoria 4-3 on penalties at the Lucas Moripe Stadium in…
ATSALWA NGECAWA AMAQELA ANGENE KWISANDULELA MAGQIBELAKANKQOYI
IPremier Soccer League (PSL) ibhengeze ukuba azakuthelekiswa ngeCawa amaqela angenileyo kwimidlalo eyandulela amagqibelakankqoyi eNedbank Cup. Lamaqela azakutsalwa kanye nje emva komdlalo wamaqela asibhozo phakathi kweTS Galaxy neChippa United eMbombela Stadium,…
SEMI-FINAL DRAW ON SUNDAY
The Premier Soccer League (PSL) has announced that the draw for the Nedbank Cup semi-finals is going to be conducted on Sunday. The draw will be conducted immediately after Sunday’s…
UBHUBHILE OWAYEYINTSHATSHELI YOMZANTSI AFRIKA
Inzalelwane yaseGiyani uJoseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight, usutywe kukufa ngokuhlwa kwangoLwesine emva kwengulo emfutshane eneminyaka engamashumi amane anethoba. UMakaringe ulawule udidi lwewelterweight eMzantsi Afrika iminyaka…
EX-SA CHAMP MAKARINGE PASSES AWAY
Giyani-born former South African welterweight champion Joseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe passed away on Thursday night after a short illness. He was 49. Makaringe ruled the South African welterweight division…