UNGEBIYANA UBUYELA EKHAYA 

Owayeyinjinga yoMzantsi Afrika uSabelo ‘Zwai’ Ngebiyana ufake isicelo sokulwa ngamaphepha kaBoxing South Africa (BSA) emva kokunikela umva lombutho olawula amanqindi nelizwe lakhe kunyaka-mali ka-2023/24. Engonwabanga ngenxa yezinto ezasisenzeka kwaBSA ngoko,…

UMAHLANGU UKULUNGELE UKULWA

UBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu akayekanga ukuziqeqesha nangona nje kubonakala ngathi soze ubekhona umlo wakhe noMzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza. Kwakuthiwe elikhwahla lakwaMahlangu lizakukhusela intshinga yalo yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight kuMagwaza ekuthambekeni kwalenyanga.…

MAHLANGU READY FOR ANY CHALLENGE

Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu has not stopped training even though it looks like his proposed fight against Mzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza is not happening anymore. The age-defying Mahlangu was said to…

UMOKWENA UPHUMELELE IMBASA YENYANGA 

Ukuphumelela kwimidlalo emine nokubambana komnye kunike umqeqeshi weMamelodi Sundowns uRulani Mokwena imbasa ye-April Coach of the Month ebetha uJose Riveiro we-Orlando Pirates, uSteve Barker weStellenbosch FC kunye nababambe ilima kwiChippa…

MOKWENA WINS APRIL AWARD

Four wins and a draw have earned Mamelodi Sundowns coach Rulani Mokwena the April Coach of the Month award ahead of Orlando Pirates’ Jose Riveiro, Stellenbosch FC mentor Steve Barker…

UBRICE UFUNA UKUNCEDA UTYIRHA 

Eziva enosizi emva kokufunda iindaba ezithi uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha ufikelele kwisigqibo sokuwayeka amanqindi, umthelekisi waseKapa uJackie Brice weJackie Brice Boxing Promotions wolulele isandla sakhe kulenzalelwane yaseMdantsane eyinika umlo. UTyirha…

css.php