Category: Boxing

USIBANDA UNQWENELA UMLO NOKUSE 

Ukuba ebenokunikwa ilungelo lokuzikhethela, uBeaven Sibanda, oyimbethi-manqindi engekabethwa neyazalelwa eZimbabwe, ebezakukhetha ukulwa noSiyakholwa Kuse waseMdantsane. Nangona nje uSibanda esithi yonke into isezandleni zabaphathi bakhe, akakhange ayifihle eyokokuba yena unqwenela ukuqubisana…

IVADA IFIKE INGABHUNGISANGA

Ilungu leVoluntary Anti-Doping Association (VADA) lifike lingabhungisanga ngethuba lityelela u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile e-All Winners Boxing Club, eMdantsane, ngoLwesihlanu. Ngelishwa, uFuzile ebengekho ngethuba kufika igosa leVADA, nto ke leyo enyanzelise…

VADA PAYS FUZILE A VISIT 

A member of the Voluntary Anti-Doping Association (VADA) paid Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile an announced visit at the All Winners Boxing Club in Mdantsane on Friday. Unfortunately, Fuzile was not…

NGAHLE ANGAPHINDE ALWELE EKHAYA UNDONGENI 

Aye ekhula ngokukhula amathuba okokuba ngahle uXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni angaphinde alwele eMzantsi Afrika, ingakumbi njengokuba sele eseMelika nje, apho azakulwa khona kwisithuba esingaphezulu kancinane kwiinyanga ezimbini emva kokunqunyanyiswa kumjikelo wesibhozo…

IKHWAHLA UNXOSHE UZAKULWA NOBOOI 

Izakuba lidabi lamava nolutsha xa udizadala kade bemkhwahlaza, uthambodala kade bemqongqotha, nowayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane, uThembelani Nxoshe waseMdantsane, evavanywa amanqindi akhe xa esilwa negatyana uMoyisi Booi kulenyanga ezayo.…

RING VETERAN NXOSHE FIGHTS BOOI

It’s going to be experience against the youth when ring veteran and Mdantsane-born former South African flyweight champion Thembelani Nxoshe’s fistic skills are tested against youngster Moyisi Booi next month.…

css.php