Category: Boxing

‘NDINGABABETHA BONKE’ – NGXEKE 

By Monwabisi Jimlongo ULandile ‘Man Down’ Ngxeke usamangalisiwe, kwaye wothukile emva kokuba uYanga Sigqibo, uSikho Nqothole noSabelo Ngebiyana bebonakalise umdla wokulwa naye ngoku emva ‘kokumbaleka’ ngexesha esalwa kudidi lwejunior-bantamweight. USigqibo,…

‘USINDILE UPHALISO- BATYI 

Intshatsheli yoMzantsi Afrika, uZolisa Batyi, ukholelwa ukuba uYamkela Phaliso ubenethamsanqa njengokuba erhoxile kumlo wabo kuba ebezimisele ukumbonisa amaqhekez’engqele xa bebezakulwela e-Orient Theatre, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi amathathu ananye kuMatshi. UPhaliso…

IBSA INTYUMPANTYUMPEKA KWIINGXAKI ZEMALI

UMandla Ntlanganiso uzobe umfanekiso ombi kakhulu ngemicimbi yeBoxing South Africa (BSA), awafikela kuyo ngethuba ebuyela e-ofisini ngoDisemba wonyaka ophelileyo emva kokumiswa emsebenzini iinyanga eziliqela. Ethetha kudliwanondlebe nenkqubo kamabonakude iTKO Boxing…

css.php