UBUYELE KWICHIEFS USHONGWE
Umlawuli webhola ekhatywayo uBheki Shongwe ubuyele kwiKaizer Chiefs njengengqonyela eyintloko kanye nje emva kweminyaka elishumi elinesine washiya kwisikhundla awayesibambile kweliqela. UShongwe wakhe wabangumlawuli oyintloko kwiChiefs phakathi konyaka ka-2009 no-2012, kwaye…