UPHUZI UZAKUCELA UMNGENI KUMCHUNU

Abaphathi baka-Akani Phuzi bakholelwa ukuba lembethi-manqindi ingema izixhwithele kwintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwecruiserweight uThabiso ‘The Rock’ Mchunu, kwaye kungoko ecela umngeni nje. UMchunu ubethwe ngummi wase-Argentina uYamil Alberto Peralta Jara…

PHUZI TO CHALLENGE MCHUNU

Akani Phuzi’s handlers believe that he can stand his own against current South African cruiserweight champion Thabiso ‘The Rock’ Mchunu thus he has challenged him to a title contest. Mchunu…

ISUNDOWNS IPHUMELELE

IMamelodi Sundowns iyasondela ekuyikhuseleni ngempumelelo intshinga yayo yeDStv Premiership emva kokubetha iSekhukhune United ngamanqaku amabini kwelinye eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesibini. IiBrazilians ziwafake omabini amanqaku kwimizuzu esibhozo yokuqala yomdlalo. Umdlalo…

ISIGWEBO SIMQINISA AMADOLO UNTLANGANISO 

UMandla Ntlanganiso uchaze indlela ezakuhanjwa emva kokuba inkundla ephakamileyo yoMntla Gauteng yabagwebela kwityala elalifakwe yiNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) icela umngeni ekutyunjweni kwakhe njengegunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA).…

UMKANDLA UVAN’AMANDLA NOMMI WASE-UGANDA 

Imbethi-manqindi yaseZimbabwe nengekabethwa, uMonica Mkandla, uzakulwa okokuqala kwisithuba esingangonyaka xa equbisana noMercy Acayo wase-Uganda kulenyanga ezayo. Njengokuba wagqibela ukulwa ngoJulayi kulonyaka ophelileyo, uMkandla, oneminyaka engamashumi amabini anesine, ulwa no-Acayo kumlo…

css.php