UVILAKAZI UCHWAYITILE SISIVUMELWANO ESITSHA
UMfundo Vilakazi uchwayitile emva kokutyikitya isivumelwano sengqesho esitsha neKaizer Chiefs kude kuyophela isizini ka-2027/28. UVilakazi, oneminyaka elishumi elinesibhozo nongowaseSoweto, utyikitye isivumelwano esitsha neChiefs ngoLwesithathu. “Ndiyavuya ukuba nesivumelwano sengqesho neqela elikhulu…
VILAKAZI HAPPY WITH NEW AMAKHOSI DEAL
Mfundo Vilakazi is excited after he signed a new contract, which will keep him at Kaizer Chiefs until the end of the 2027/28 season. The 18-year-old attacking midfielder from Soweto…
KODWA WELCOMES COURT RULING
Minister of Sport Zizi Kodwa has welcomed the High Court ruling on the matter, which was brought by the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). The NPBPA had taken Kodwa,…
AKUKHO SIVUMELWANO NGOMLO KADLAMINI NOKHEGAI
Ukungafikeleli kwisivumelwano phakathi kwenkampu kaLerato ‘Lights Out’ Dlamini kunye neTop Rank kaBob Arum kukhokelele ekubeni lomlo usiwe kwiqashiso lokokuba ngubani na ozakubeka imali eninzi etafileni. UDlamini, obekwa kwindawo yesibini kudidi…
PURSE BID FOR DLAMINI, KHEGAI FIGHT
Failure to come to an agreement between the camp of Lerato ‘Lights Out’ Dlamini and Bob Arum’s Top Rank has resulted in the South African boxer’s fight against Arnold Khegai…
NPBPA GETS A BRUISING KO PUNCH
The National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) has been left with a huge bill after it failed spectacularly in its bid to have Mandla Ntlanganiso’s appointment as Boxing South Africa…
UBATYI AKANANGXAKI NOKUHAMBA KUKAJACK
Kubonakala ingeyongxaki kuZolisa Batyi, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, ukumka komqeqeshi wakhe uKhangelani Jack esiya eGauteng. Oku kuthethwe yilenzalelwane yaseNxarhuni njengokuba uJack enikele iMonti umva wazibandakanya neMcAusland Boxing Gym eGauteng…
JACK’S DEPARTURE NO PROBLEM FOR BATYI
Khangelani Jack’s departure for Gauteng will have no bearing on how current South Africa featherweight champion Zolisa Batyi trains or prepares for his fight. This was said by Nxarhuni-born Batyi…
UY’EGQEBERHA UMDLALO WEECHILLI BOYS NEPIRATES
IChippa United yolathe iNelson Mandela Bay Stadium njengebala elizakusingatha umdlalo wayo ne-Orlando Pirates kwimidlalo yamaqela amane okugqibela kwiNedbank Cup. Lomdlalo weliqela laseMpuma Koloni neeBuccaneers uzakudlalelwa kwelibala laseGqeberha ngoMgqibelo umhla wesine…
CHILLI BOYS HOST PIRATES IN GQEBERHA
Chippa United have decided to host Orlando Pirates in the semi-finals of the Nedbank Cup at the Nelson Mandela Bay Stadium in Gqeberha. The Eastern Cape side’s match against the…