MAHAMBI HAPPY AS PRODIGAL SONS RETURN
Fitness fanatic and boxing trainer Zolile ‘Gqo’ Mahambi can still afford a smile as his boxers Siseko Teyisi and Amzolele Dyeyi have decided to remain in his stable following what…
Your News, Our News
Fitness fanatic and boxing trainer Zolile ‘Gqo’ Mahambi can still afford a smile as his boxers Siseko Teyisi and Amzolele Dyeyi have decided to remain in his stable following what…
Injinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, uMpumelelo Tshabalala, utsha ziintambo, kwaye ukholelwa ukuba angayibetha intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga. Ethetha kwinkqubo kamabonakude iTKO Boxing Magazine kuSABC 2 ngoLwesihlanu, uTshabalala uthe…
South African junior-flyweight champion Mpumelelo Tshabalala believes that given a chance he can smoke two-time world titlist Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga. Speaking on TKO Boxing Magazine show on SABC 2…
Inzalelwane yaseGiyani uJoseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight, usutywe kukufa ngokuhlwa kwangoLwesine emva kwengulo emfutshane eneminyaka engamashumi amane anethoba. UMakaringe ulawule udidi lwewelterweight eMzantsi Afrika iminyaka…
Giyani-born former South African welterweight champion Joseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe passed away on Thursday night after a short illness. He was 49. Makaringe ruled the South African welterweight division…
Umqeqeshi wamanqindi waseMonti, uKhangelani Jack, ufumene ikhaya elitsha eMcAusland Boxing Gym eGauteng phantse kwiiveki ezimbini ekhokelele injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi kwimpumelelo. UJack uzakuqeqesha intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi…
East London boxing trainer Khangelani Jack has found a new home at the McAusland Boxing Gym in Gauteng almost two weeks after leading South African featherweight champion Zolisa Batyi to…
Kubonakala ngathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga angaxoza mphini wumbi logama ummi wasePuerto Rico uJonathan ‘Bomba’ Gonzalez esalibazisa ukutyikitya isivumelwano somlo nalembethi-manqindi yaseMpuma Koloni. UNontshinga, oyintshatsheli ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi…
With Puerto Rican boxer Jonathan ‘Bomba’ Gonzalez delaying to sign a contract for a unification bout with Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga, it now appears that the Eastern Cape boxer might…
UXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni uziva enethamsanqa, efumana elinye ithuba lokulwa njengokuba ezakulwa okwesithathu kulonyaka xa equbisana noCrispin Moliati ekuthwaseni kwenyanga ezayo. UNdongeni, owayesakuba yinjinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwelightweight, uzakulwa…