ZIBAMBENE IYANGA NEEBRAZILIANS
IYoung Africans neMamelodi Sundowns zidlale ntanganye ngeqanda macala omabini kumlenze wokuqala wamaqela asibhozo okugqibela kwiCAF Champions League eBenjamin Mkapa Stadium, eDar-Es-Salaam, kwelaseTanzania ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Omabini lamaqela azamile ukudala amathuba okufaka…