Author: SportAdmin

UNONTSHINGA UBALA IINTSUKU

USivenathi ‘Special One’ Nontshinga kunye negqiza lakhe babala iintsuku ngaphambi kokunikela uMzantsi Afrika umva, besingise kwelasePhilippines, phambi komlo wakhe obaluleke kakhulu, apho azakuvana amandla noRegie ‘The Filipino Phenom’ Suganob. UNontshinga…

IPIRATES ITYWATYUSHE IKRUGER UTD

Iqela eliphala phambili kumanqwanqwa eBetway Premiership, i-Orlando Pirates, ibonakalise ukungabinalusini ngethuba itywatyusha iKruger United ngamanqaku amane kwimbande yesikhova eMbombela Stadium, eNaspoti, ngokuhlwa kwangoLwesibini. IPirates iqale ukophisa iKruger ngenqaku likaGhampani Lungu…

CHELLAN WANTS RHONORHONO REMATCH

Cape Town boxer, Wasim ‘Kleurling’ Chellan, is seeking revenge and has already sent a challenge form, challenging reigning South African welterweight champion, Phaphama Rhonorhono. With Chellan having challenged the unbeaten…

css.php