IBAFANA IBAMBENE NEPANAMA
IBafana Bafana ibambene ngenqaku elinye macala nePanama kumdlalo wobuhlobo eMoses Mabhida Stadium, eThekwini, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Amakhwenkwe aseMbindi Melika ophise kuqala ngenqaku elifakwe nguYoel Bárcenas emva kwempazamo yomdlali wasemva kwiBafana uKhuliso…