UNDONGENI OSELUSIZINI UBHIYOZELA UMHLA WOKUZALWA NEMPUMELELO
Uninzi lwabalandeli bamanqindi ebebeseBox Camp, eBooysens, eRhawutini ngeCawa bebevuyela impumelelo kaXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni emva kokubetha uCrispin Moliati waseMalawi kumjikelo wokuqala. Kodwa ke, uninzi lwababathandi bamanqindi bebengayazi ukuba uNdongeni ungene eqongeni…
GRIEVING NDONGENI CELEBRATES WIN AND BIRTHDAY
Most boxing followers who converged at the Box Camp in Booysens, Johannesburg, on Sunday were happy that Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni dispatched Malawian boxer Crispin Moliati in the first round. However,…
UWONGIWE ONGASEKHOYO UMATEZA
Uwongiwe kumsitho weSouth African Sport Awards eSun City Superbowl, eRustenburg, ngokuhlwa kwangeCawa, ongasekhoyo nowayengumsasazi wezemidlalo uDumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza. UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa, uwonge uMateza, owayengumsasazi webhola ekhatywayo, amanqindi, umbhoxo…
LATE MATEZA HONOURED
The late legendary sport commentator Dumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza was honoured posthumously at the South African Sport Awards ceremony held at the Sun City Superbowl in Rustenburg on Sunday evening.…
INKONZO YESIKHUMBUZO KATHOBELA
Inkonzo yesikhumbuzo songasekhoyo uDingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela izakubanjelwa e-Arena Holdings, eParktown, eRhawutini ngentlazane ngoLwesibini. Ukanti inkonzo yomngcwabo kamfi izakubanjelwa eDlamini Multi Purpose Hall, eSoweto, ukuqala ngentsimbi yesibhozo kusasa…
THOBELA MEMORIAL SERVICE
The late Dingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela’s memorial service is scheduled to take place at Arena Holdings in Parktown, Johannesburg, at 11am on Tuesday. Thobela’s funeral service is going…
NGCAMU OUTPOINTS MAITSE
Vusumuzi Ngcamu is the new Gauteng junior-featherweight champion after he defeated Bheki Maitse at the Box Camp Booysens in Johannesburg on Sunday evening. In a much-awaited clash, Ngcamu outpointed Maitse,…
ISUNDOWNS IDLALA NEPIRATES KOWAMAGQIBELAKANKQOYI
IMamelodi Sundowns izakuqubisana ne-Orlando Pirates kumdlalo wamagqibelakankqoyi eNedbank Cup eMbombela Stadium, eNaspoti, ngoMgqibelo umhla wokuqala kuJuni. Oku kwenzeke emva kokuba iiBrazilians ziquthise iStellenbosch FC ngamanqaku amabini kwelinye eDanie Craven Stadium…
SUNDOWNS MEET PIRATES IN FINAL
Mamelodi Sundowns have set up a date with Orlando Pirates in the final of the Nedbank Cup at the Mbombela Stadium in Nelspruit on Saturday, 1 June. This came after…
AKANADYUDYU UNQOTHOLE OSINGISE EMEXICO
Kwilinge lokunyukela phezulu nokukhusela indawo yakhe kumanqwanqwa ehlabathi emanqindini, uSikho ‘Sequence’ Nqothole uzakuthabatha uhambo olusingise eMexico enyeke impumelelo kwilizwe langaphandle. UNqothole, oneminyaka engamashumi amabini anethoba, uzakulwa nommi waseMexico uRene Calixto…