Category: Boxing

USIBANDA UTYIKITYE NEGOLDEN GLOVES

Monwabisi Jimlongo Imbethi-manqindi engekabethwa neyinzalelwane yaseZimbabwe, uBeaven Sibanda, utyikitye isivumelwano sokuthelekiswa ngabathelekisi bakwaGolden Gloves ngoMvulo. Ukutyikitywa kwesisivumelwano kuqinisekiswe nguSibanda kunye nomlawuli oyintloko kwiGolden Gloves, uRodney Berman. “Ewe, ndingaqinisekisa ukuba ndisityikityile…

UVABAZA-BOOI ULAHLILE NJENGOMGWEBI

Monwabisi Jimlongo Lufikelele esiphelweni uhambo olwaqala kwiminyaka emininzi eyadlulayo njengokuba omnye wabagwebi nosompempe abanamava ehlabathini, uSiya Vabaza-Booi, elahlile ukuze ajongane nezinye izikhundla zakhe emanqindini. Kungoku nje, uVabaza-Booi uzakugxila kumsebenzi wakhe…

UMQEQESHI KAZUMA UNYEKE IMPUMELELO 

Monwabisi Jimlongo Umqeqeshi wamanqindi, uMtuseni Dube, waseDundee kwiphondo laKwaZulu-Natal ujonge ukukhokelela uMxolisi Zuma kwenye impumelelo njengokuba ezakuvana amandla noRamadhani Milonzi waseTanzania ngoMgqibelo. UZuma, ophumelele ngokungqengqisa amadoda kuyo yomithandathu imilo yakhe,…

UKURHOXA KUKAKODWA KUCACISIWE  

ULitha Mpondwana, oligosa lonxibelelwano nabeendaba kwi-ofisi yoMphathiswa weZemidlalo, Ubugcisa neNkcubeko uZizi Kodwa, usicacisile isigqibo sikaKodwa sokurhoxisa injongo yakhe yokuphikisa umcelimngeni owafakwa yiNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) enkundleni. INPBPA yathawuzisa…

UMCHUNU UKHOLELWA UKUBA UWUPHUMELELE UMLO

UThabiso ‘The Rock’ Mchunu ukholelwa ukuba wenze ngokwaneleyo ukuwuphumelela umlo wakhe nommi wase-Argentina, uYamil Alberto Peralta Jara, e-Olive Convention Centre, eThekwini, ngentseni yangoMgqibelo. Noxa kunjalo, iziphumo zabagwebi ababini – u-Eddie…

css.php